Of course, Shelley knows better than her mother! Or does she? Tonight is a big night for her – but it could end in disaster. Nothing gets Thabiso down! But what happens the night he’s not in his wheelchair? Can his wits pull him through?
Nangoku, uShelley wazi ngcono kunoMama wakhe! Ngenene? Ngokuhlwa nje bubusuku obukhulu kuye – kodwa bungaphela kakubi. Akukho nto emohlulayo uThabiso! Kodwa kwenzeka ntoni ngobusuku apho angahlelanga esitulweni sakhe samavili? Ingaba ukuqiqa kwakhe kuza kumhlangula? ‘Ulutsha lusoloko lujongene nentiyo, umona, ubuhlobo kunye neengozi yonke imihla – nditsho nolonwabo’ – Umfundi
Series: Siyagruva
Languages: English, isiXhosa
Formats: Paperback, eBook
ISBN: 978 1 919876 87 0, 200x130mm,
Rights: World
FREE shipping on all orders over R500.
Overseas delivery charges will be quoted separately.
Related Tags:
If you have any queries about shipping or payments please check our FAQs.