KWAZIDENGE

Kwazidenge - second edition

by RL Peteni

Regular price
R 225.00
Sale price
R 225.00

Ngenxa yokungavani kwelali yamaHlubi ekwithambeka. lakwaZidenge nelali yabaThembu ephesheya kweXesi, amadabi amakhwenkwe amadala aliwa mihla le. Kule yasemaHlubini uZuziwe, oyintwazana elula kakhulu, uthenjiswe ngomtshato nguNtabeni, iqina lendoda endala kakhulu kunaye. Nakubeni kunjalo, uNtabeni wamkelwa ngovuyo kwikhaya likaZuziwe kuba wayengumlimi ovunyiweyo waye eligqobhoka eliyisebenzelayo icawa yakhe.
Kuthe kwenzeka ukuba uZuziwe athandane noBhuqa, ikhalipha lenkwenkwe yelali yabaThembu. Amalinge kaNtabeni okubahlukanisa asuka abangela ukuba kubekho idabi phakathi kwamakhwenkwe ezi lali zimbini.
Kweli dabi kwaphuma isidumbu, unyana kabawokazi kaZuziwe, ebulawa ngamakhwenkwe akhokelwa nguBhuqa.
Ekuhambeni kwexesha uZuziwe wenziwa nzima nguBhuqa, kwaza kwalandela izinto ezininzi ezibuhlungu emva koko.

Language: IsiXhosa

Formats: Paperback, eBook

ISBN: 978-1-48562-356-4, 1980, 210x135mm, 128 pages

Rights: World

FREE shipping on all orders over R700.

Overseas delivery charges will be quoted separately.

Related Tags:

If you have any queries about shipping or payments please check our FAQs.