KUBANTWANA BABANTWANA BAM

KUBANTWANA BABANTWANA BAM

by

Sindiwe Magona

Regular price
R 250.00
Sale price
R 250.00

Le ncwadi yingxelo enomdla ngobomi bombhali, uSindiwe Magona. Injengesibhilivana esivela kumakhulu inikezwa kwisizukulwana ukuze singalahkelwa yimbali yaso. Ubalisa ngeminyaka ebalulekileyo engamashumi amabini anantathu okuqala kobomi bakhe. Iminyaka yakhe eselula yayikwilali yaseGungululu Phesheya KweNciba. Ubuntwana ubuchithele kwelaseKapa eRetreat naseGugulethu apho usapho olu lwalubuhamba nzimea. Kodwa ke umbhali akanasikhalazo ngosapho olwalufudumele luthando. Wehlelwa ke yintlekele yokuba nzima esemncinci, nto eyenza ukuba kutshintshe izicwangciso sobutitshala.
Ufumeme isidanga eUNISA naseyunivesti iColumbia. Ngoku nje uSindiwe Magona usebenzela iUnited Nations eNew York. Eli bali liludlwabevu lashicilelwa ngesiNgesi kwincwadi ebizwa To My Children’s Children. Iguqulelwe esiXhoseni ngumbhali ngenkqu.

Language: IsiXhosa

Format: Paperback

ISBN: 978-0-86486-286-0, 1995, 210x135mm, 240 pages

Rights: World

FREE shipping on all orders over R700.

Overseas delivery charges will be quoted separately.

If you have any queries about shipping or payments please check our FAQs.